Yiya kwinkcazelo

Uxolo Nolonwabo

Xa sineengxaki sisenokucinga ukuba ukonwaba nokuba noxolo yinto engasoze yenzeke. Sekunjalo, iBhayibhile incede abantu abaninzi banyamezela iingxaki, bangabi buhlungu kakhulu iphinde yabanceda baphila ubomi obunenjongo. Nawe inokukunceda iBhayibhile wonwabe.

UVUKANI!

Ifundisa Ntoni IBhayibhile Ngemali?

Ngaba imali yingcambu yazo zonke iintlobo zobubi?

UVUKANI!

Ifundisa Ntoni IBhayibhile Ngemali?

Ngaba imali yingcambu yazo zonke iintlobo zobubi?

Impilo Ngokwasemzimbeni Nasengqondweni

IBhayibhile Iyabutshintsha Ubomi Babantu

Abantu ababesenza yonk’ into le bathetha ngendlela obatshintsha ngayo ubomi babo, indlela obumnandi ngayo ngoku nokuba ngabahlobo bakaYehova.

Xa Umntu Omthandayo Esifa

Ngaba uswelekelwe ngumntu omthandayo? Ngaba uyalufuna uncedo?

Ninako Ukonwaba Entsatsheni

Ninako ukonwaba emtshatweni nasentsatsheni ngokusebenzisa imigaqo yeBhayibhile.

Funda IBhayibhile NamaNgqina KaYehova

Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile?

IBhayibhile inceda abantu abaninzi emhlabeni wonke ukuba bafumane iimpendulo zemibuzo abanayo ngobomi. Ungathanda ukuba ngomnye wabo?

Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

Ehlabathini lonke, amaNgqina kaYehova anceda abantu ngokubafundisa iBhayibhile. Bukela indlela abenza ngayo.

Cela Ukufundelwa IBhayibhile

Fumana izifundo zeBhayibhile simahla ngexesha nakwindawo ekulungeleyo.