Indlela Esetyenziswa Ngayo Iminikelo Yakho

Umsebenzi wamaNgqina KaYehova uxhaswa ngeminikelo yokuzithandela. Jonga indlela loo minikelo enceda ngayo abantu kuwo wonke umhlaba.

Umsebenzi Wokwakha Usinceda Sishumayele

Umsebenzi wokwakha unegalelo elikhulu kumsebenzi wokushumayela ngoBukumkani. Iye yasetyenziswa njani iminikelo yakho ukuze kuxhaswe kuze kulungiswe izakhiwo zesebe?

Izakhiwo Ezizukisa Umyaleli Wethu Ozukileyo

Izakhiwo ezisetyenziselwa izikolo zentlangano kuphela zibanceda njani abafundi nabazalwana abaqhuba izikolo?

Iitroli Zeencwadi Ezishumayela Kuzo “Zonke Iintlanga”

Emhlabeni wonke, abantu bayazibona ezi troli ibe bayazazi ukuba zezantoni. Ngaba wakha wazibuza ukuba ezi troli zenziwe njani?

Kuncedwa Kwabantu Abehlelwe Yintlekele Ngo-2022—Kuboniswa Uthando Lobuzalwana

Kwenziwa IiHolo ZoBukumkani Zikhuseleke Ngexesha LeKhorona

Saqalisa ukuphinde sidibane kwiintlanganiso ngoAprili 1, 2022. Khawujonge izinto ekwafuneka zenziwe ukuze sikhuseleke xa sibuyela kwiiHolo ZoBukumkani.

Abantu Abangevayo Abalityelwanga

Sineevidiyo ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-100 zentetho yezandla! ! Sizenza njani ezi vidiyo ibe abantu bazifumana njani?

Kuncedwa Abantu Nangona Kukho ‘Iimfazwe’

Bancedwa njani abazalwana bethu eUkraine nangona kukho imfazwe? Ibe baziva njani ngolu ncedo balufumanayo?

Amaqhuqhuva Atshintsha Ubomi

Asipheleli nje ekwenzeni iincwadi zebraille, kodwa sifundisa nabantu indlela yokuzifunda.

Indibano Yengingqi Isasazwa NgeTV Nangerediyo

Indibano ka-2020 ibifumaneka nge-intanethi, kodwa eMalawi naseMozambique abazalwana abakwazi kuthenga idata. Bayifumene njani indibano?

Ukunceda Emhlabeni Wonke Ngexesha LeKhorona

Uncedo esinikele ngalo ngexesha leKhorona luchukumise amaNgqina nabantu abangengomaNgqina.

Abavangeli Abasemazweni ‘Abakwezona Ndawo Zikude Zomhlaba’

Ehlabathini lonke sinabavangeli basemazweni abangaphezu kwe-3 000. Bancedwa njani ngezinto abazidingayo?

Ukukhusela Ilungelo Lokukhonza Labantu Bomthonyama

Xa abachasi bengazange bahloniphe ilungelo lamaNgqina KaYehova lokukhonza ngokukhululekileyo, abazalwana bethu babanceda.

Istishi SeJW Sifumaneka Nalapho Kungekho Intanethi

Abazalwana base-Afrika bayibukela njani iJW Broadcasting ukuba abanayo i-intanethi?

Iiofisi Zokuguqulela Ezinceda Abantu Abaninzi

Funda ngendlela indawo ekuyo iofisi yokuguqulela eyichaphazela ngayo indlela ekuguqulelwa ngayo.

Ukunceda Abazalwana Abahlelwe Yintlekele

Kunyaka wenkonzo ka-2020, abazalwana abaninzi baye baneengxaki ngenxa yeKhorona neentlekele zemvelo. Siye sabanceda njani?

Ukwenza Eyona Ncwadi Ibalulekileyo

Ayingomsebenzi olula ukuguqulela, ukuprinta nokudibanisa INguqulelo Yehlabathi Elitsha.

ISikolo SaseGiliyadi Sinceda Emhlabeni Wonke

Kukho isikolo esibalulekileyo esiseNew York esinabafundi abasuka ehlabathini lonke. Beza njani aba bafundi?

Izakhiwo Ezigqitywe Ngaphambi KweKhorona

Siye sazimisela ukwakha okanye ukulungisa izakhiwo zokukhonza ezingaphezu kwe-2 700 kunyaka wenkonzo ka-2020. Ikhorona iye yayichaphazela njani loo nto?

Abanezinto Ezininzi Banceda Abanezinto Ezimbalwa

Imisebenzi yethu ixhaswa njani kumazwe angenayo imali eyaneleyo?

I-JW Box Iqinisa Ukholo

AmaNgqina KaYehova amaninzi ngoku azakukwazi ukudawunlowuda iincwadi neevidiyo nokuba awanayo i-intanethi.

Ukwenziwa Kweevidiyo ZeNdibano YeNgingqi Ka-2020 ethi: “Hlalani Nivuya”!

Zeziphi izinto ezenziwayo xa kurekhodwa iividiyo zendibano yengingqi?

Ukuguqulelwa Kweentetho Zendibano Yengingqi Ka-2020 Ethi: “Hlalani Nivuya”!

Kwenzeka njani ukuba iintetho, ii-drama nomculo ziguqulelwe ngeelwimi ezingaphuzu kwe-500 ngexesha elifutshane kangaka?

Ukuqhutywa Kweentlanganiso NgoZoom

Intlangano iwancede njani amabandla ukuze afumane ilayisensi kaZoom aze aqhube iintlanganiso?

EZIKHULULIWEYO

UKWAKHIWA NOKULUNGISWA KWEZAKHIWO

Umsebenzi Wokwakha Usinceda Sishumayele

Umsebenzi wokwakha unegalelo elikhulu kumsebenzi wokushumayela ngoBukumkani. Iye yasetyenziswa njani iminikelo yakho ukuze kuxhaswe kuze kulungiswe izakhiwo zesebe?

Izakhiwo Ezizukisa Umyaleli Wethu Ozukileyo

Izakhiwo ezisetyenziselwa izikolo zentlangano kuphela zibanceda njani abafundi nabazalwana abaqhuba izikolo?

Kwenziwa IiHolo ZoBukumkani Zikhuseleke Ngexesha LeKhorona

Saqalisa ukuphinde sidibane kwiintlanganiso ngoAprili 1, 2022. Khawujonge izinto ekwafuneka zenziwe ukuze sikhuseleke xa sibuyela kwiiHolo ZoBukumkani.

Iiofisi Zokuguqulela Ezinceda Abantu Abaninzi

Funda ngendlela indawo ekuyo iofisi yokuguqulela eyichaphazela ngayo indlela ekuguqulelwa ngayo.

Izakhiwo Ezigqitywe Ngaphambi KweKhorona

Siye sazimisela ukwakha okanye ukulungisa izakhiwo zokukhonza ezingaphezu kwe-2 700 kunyaka wenkonzo ka-2020. Ikhorona iye yayichaphazela njani loo nto?

UKWENZIWA KOMSEBENZI

Ukukhusela Ilungelo Lokukhonza Labantu Bomthonyama

Xa abachasi bengazange bahloniphe ilungelo lamaNgqina KaYehova lokukhonza ngokukhululekileyo, abazalwana bethu babanceda.

Abanezinto Ezininzi Banceda Abanezinto Ezimbalwa

Imisebenzi yethu ixhaswa njani kumazwe angenayo imali eyaneleyo?

UKUSHUMAYELA NOKUFUNDISA

Iitroli Zeencwadi Ezishumayela Kuzo “Zonke Iintlanga”

Emhlabeni wonke, abantu bayazibona ezi troli ibe bayazazi ukuba zezantoni. Ngaba wakha wazibuza ukuba ezi troli zenziwe njani?

Indibano Yengingqi Isasazwa NgeTV Nangerediyo

Indibano ka-2020 ibifumaneka nge-intanethi, kodwa eMalawi naseMozambique abazalwana abakwazi kuthenga idata. Bayifumene njani indibano?

Abavangeli Abasemazweni ‘Abakwezona Ndawo Zikude Zomhlaba’

Ehlabathini lonke sinabavangeli basemazweni abangaphezu kwe-3 000. Bancedwa njani ngezinto abazidingayo?

ISikolo SaseGiliyadi Sinceda Emhlabeni Wonke

Kukho isikolo esibalulekileyo esiseNew York esinabafundi abasuka ehlabathini lonke. Beza njani aba bafundi?

Ukwenziwa Kweevidiyo ZeNdibano YeNgingqi Ka-2020 ethi: “Hlalani Nivuya”!

Zeziphi izinto ezenziwayo xa kurekhodwa iividiyo zendibano yengingqi?

Ukuguqulelwa Kweentetho Zendibano Yengingqi Ka-2020 Ethi: “Hlalani Nivuya”!

Kwenzeka njani ukuba iintetho, ii-drama nomculo ziguqulelwe ngeelwimi ezingaphuzu kwe-500 ngexesha elifutshane kangaka?

Ukuqhutywa Kweentlanganiso NgoZoom

Intlangano iwancede njani amabandla ukuze afumane ilayisensi kaZoom aze aqhube iintlanganiso?

UNCEDO XA KUKHO INTLEKELE

Kuncedwa Kwabantu Abehlelwe Yintlekele Ngo-2022—Kuboniswa Uthando Lobuzalwana

Kuncedwa Kwabantu Abehlelwe Yintlekele Ngo-2022—Kuboniswa Uthando Lobuzalwana

Kuncedwa Abantu Nangona Kukho ‘Iimfazwe’

Bancedwa njani abazalwana bethu eUkraine nangona kukho imfazwe? Ibe baziva njani ngolu ncedo balufumanayo?

Ukunceda Emhlabeni Wonke Ngexesha LeKhorona

Uncedo esinikele ngalo ngexesha leKhorona luchukumise amaNgqina nabantu abangengomaNgqina.

Ukunceda Abazalwana Abahlelwe Yintlekele

Kunyaka wenkonzo ka-2020, abazalwana abaninzi baye baneengxaki ngenxa yeKhorona neentlekele zemvelo. Siye sabanceda njani?

Siyaxolisa, akukho magama angqamana nokhetho lwakho.