Yiya kwinkcazelo

Ubomi Nokufa

Ubomi

Yintoni Injongo Yobomi?

Ngaba wakha wazibuza, ‘Yintoni injongo yobomi?’ Funda impendulo yalo mbuzo eBhayibhileni yakho.

UThixo Uthanda Ndiphile Ubomi Obunjani?

Ngaba kufuneka ufumane imibono namaphupha akhethekileyo ukuze wazi into uThixo afuna uyenze? Khawuve ukuba iBhayibhile iphendula ithini.

Ungenza Njani Ukuze Ufumane Ubomi Obungunaphakade?

IBhayibhile ithembisa ukuba abo benza ukuthanda kukaThixo baza kuphila ngonaphakade. Nazi izinto ezintathu athi masizenze.

Yintoni Umphefumlo?

Ngaba yinto engaphakathi kuwe? Ngaba iza kuqhubeka iphila emva kokuba ufile?

Ngamagama Oobani Abhalwe ‘Encwadini Yobomi’?

UThixo uthembise ukuba uza kubakhumbula bonke abo bathembekileyo. Ngaba igama lako libhaliwe ‘encwadini yobomi’?

Ukufa

Kutheni Abantu Besifa?

Impendulo yeBhayibhile kulo mbuzo iyathuthuzela kwaye inika ithemba.

Kwenzeka Ntoni Xa Sisifa?

Ngaba abafi bayayazi ukuba kuqhubeka ntoni?

Ithini IBhayibhile Ngokutshiswa Kwemizimba Yabantu Abaswelekileyo?

Ngaba inye kuphela indlela eyamkelekileyo yokungcwaba?

Ndifuna Ukufa—Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Xa Ndicinga Ngokuzibulala?

Leliphi icebiso iBhayibhile elinikayo xa umntu efuna ukuzibulala?

Ukoyika Ukufa—Unokukoyisa Njani?

Ukwazi inyaniso kuyasikhulula ekoyikeni ukufa, olo loyiko lunokusenza singabonwabeli ubomi.

Ukweyiphi Imeko Umntu Ophantse Wafa?

Ngaba kukukrobisa kobunye ubomi? Ingxelo yeBhayibhile engoLazaro iyasicacisela.

Ngaba Ixesha Esifa Ngalo Libekwe Kwangaphambili?

Kutheni iBhayibhile isithi kukho ixesha ‘lokufa’?

Ithini IBhayibhile Ngokubulala Umntu Kuba Egulela Ukufa?

Xa umntu egulela ukufa. Ngaba umntu kufuneka enze yonke into ukuze aqhubeke ephila nangona egulela ukufa?

Izulu Nesihogo

Yintoni Izulu?

EBhayibhileni, eli gama lineentsingiselo ezintathu.

Ngoobani Abaya Ezulwini?

Yinto exhaphakakileyo ubuxoki bokuba bonke abantu abalungileyo baya ezulwini. Yintoni ngokwenene efundiswa yiBhayibhile?

Yintoni Isihogo? Ngaba Yindawo Yokuthuthunjiswa Ngonaphakade?

Ngaba abantu abangalunganga bohlwaywa esihogweni somlilo? Ngaba isihogo sisohlwayo sesono? Funda iimpendulo ezisuka eBhayibhileni zale mibuzo.

Ngubani Oya Esihogweni?

Ngaba abantu abalungileyo bayaya esihogweni? Ngaba umntu angaphuma esihogweni? Ngaba isihogo siya kuhlala sikho? IBhayibhile iyayiphendula le mibuzo.

Yintoni Idike Lomlilo? Ngaba Liyafana Nesihogo Okanye IGehena?

UYesu unaso ‘isitshixo sesihogo,’ kodwa ngaba unaso esedike lomlilo?

Yayingubani Indoda Esisityebi NoLazaro?

Ngaba umzekelo kaYesu ufundisa ukuba abantu abalungileyo baya ezulwini baze ababi batshiswe ngomlilo?

Ngaba IBhayibhile Iyathetha Ngokuhlanjululwa Kwemiphefumlo?

Inokukothusa imvelaphi yemfundiso yokuhlanjululwa kwemiphefumlo.

Ithemba Ngabantu Abaswelekileyo

Yintoni Uvuko?

Kungakumangalisa ukwazi ukuba ngoobani abaza kuvuswa ekufeni.