Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMBONISELO No. 3 2017 | Abakhweli Bamahashe Abane—Kuthetha Ntoni Ukuphalisa Kwabo Kuwe?

UCINGA NTONI?

Umbono wendlela aphaliswa ngayo la mahashe ngomnye weyona mibono yaziwayo kwincwadi yeSityhilelo. Abanye uyaboyikisa. Ubangela umdla kwabanye. Khawuve into ethethwa yiBhayibhile ngezi ziprofeto:

“Unoyolo lowo uwafunda ngokuvakalayo nabo bawevayo amazwi esi siprofeto.”ISityhilelo 1:3.

Le Mboniselo icacisa indlela ekunokuba ziindaba ezimnandi ngayo kuthi ukuphaliswa kwala mahashe.

 

INQAKU ELINGUMXHOLO

Abakhweli Bamahashe Abane Nawe

Amahashe amane—elimhlophe, elibomvu, ellimnyama neliluthuthu. Ukuphaliswa kwawo ngomnye weyona mibono yaziwayo ibhalwe kwincwadi yeSityhilelo

INQAKU ELINGUMXHOLO

Abakhweli Bamahashe Abane—Ngoobani?

Funda ukuba uthetha ntoni lo mbono.

Obunye Ubungqina

Usenokungamazi uTatenayi, kodwa abembi bezinto zakudala bathi ukuthetha ngaye kubonisa ukuba wayekhe waphila.

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ayikho Into Endandiyithanda Njengebaseball!

USamuel Hamilton wayeyithanda kakhulu imidlalo kodwa iBhayibhile yabutshintsha ubomi bakhe.

XELISA UKHOLO LWABO

“Ungumfazi Omhle Ngembonakalo”

EYiputa, uFaro neenkosana zakhe babona indlela amhle ngayo uSara. Into eyenzeka emva koko ingakothusa.

Ithini IBhayibhile?

Ngaba uThixo uthanda abantu abathile kunabanye? Ngaba usikelela abanye aze abanye abaqalekise?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Incwadi YeSityhilelo—Yintoni Intsingiselo Yayo?

Le ncwadi ithi abo bayifundayo, bayiqonde baze benze oko ikutshoyo baya konwaba.