Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

I-JW Broadcasting

I-JW Broadcasting

Kwi-JW Broadcasting ninokubukela izinto zobuthixo ezihlaziyayo njengentsapho. Bukela iinkqubo ezivela kwistudiyo se-JW Broadcasting, kunye neevidiyo ezithatyathwe kwi-jw.org. Bukela ijelo elineezividiyo imini yonke, okanye ubukele ividiyo nganye nangaliphi na ixesha kwindawo ethi Oovimba Beevidiyo. Yiya kwindawo ethi Ezirekhodiweyo ukuze umamele ezirekhodiweyo ezahlukahlukeneyo kuquka umculo, iidrama nemidlalo yeBhayibhile erekhodiweyo.

Zibukele kwikhompyutha, itablet, nakwifowuni kwi-tv.isa4310.com okanye kwiTV yakho usebenzisa isixhobo seRoku.

 

Bukela Oovimba Beevidiyo kwiRoku

Khangela ividiyo, wenze oko ufuna ukukwenza kwividiyo uze ubukele ezakutshanje okanye ezibangela umdla.

Ukumamela Isandi KwiRoku

Mamela inkqubo yesandi okanye izandi ezahlukahlukeneyo. Oko unokukwenza kwisandi osimameleyo.