Yiya kwinkcazelo

Turkey

 

2016-07-27

ETURKEY

INkundla YaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu Iwisa Isigwebo Sokuba ITurkey Ifanele Ijonge IiHolo ZoBukumkani Njengeendawo Zokunqulela

Nangona amaNgqina kaYehova eye abhaliswa ngokusemthethweni, asenengxaki yokwakha nokuba iindawo zawo azikajongwa njengeendawo zokunqulela.

2014-06-17

ETURKEY

INkundla YaseYurophu Yamalungelo Abantu Ithethelela AmaNgqina Amane AseTurkey

Esi sisigwebo sesithathu esinxamnye neTurkey yaye sibonisa ukuba iBhunga laseYurophu liyawakhusela amalungelo abantu abangafuniyo ukuya emkhosini ngenxa yezazela zabo.

2014-03-21

ETURKEY

ITurkey ayivumelani nemithetho yaseYurophu

Kutheni lo rhulumente engabafuni nje abantu abangavumiyo ukuya emkhosini ngenxa yezazela zabo, kutheni engalamkeli ilungelo labo lenkululeko yesazela?

2014-03-21

ETURKEY

IUnited Nations Ithi ITurkey Mayihlonele Izazela Zabemi Bayo

Funda ngesigwebo esaba yindumasi esenziwa yiUnited Nations esabangela ukuba abemi baseTurkey bakwazi ukwala baze bangayi emkhosini.