Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Thandaza

Thandaza
  1. 1. Ak’kho lula xa unengxaki

    Uziva utyhafile ungenamandla.

    Ungahoyi oosingabahlobo.

    Thandaza kuYehova​—⁠

    Ngaphakathi.

    (CHORUS)

    Sukunikezela.

    Thembela ngoYehova.

    Uzophumelela

    Ubuyathandaza

    Xa libhekumoya,

    Uza kuba kunye nathi.

    Soz’ asishiye, mthembe

    Vela uthandaze.

    Vumel’ uThixo.

    Akukhokele.

  2. 2. Yonk’ imihla siba neengxaki.

    Sinamatyala ibe imal’ ingekho.

    Kodwa ukupha kuyas’vuyisa

    Ukuba sivuyisa​—⁠

    Omnye umntu.

    (CHORUS)

    Ungatha-ndabuzi.

    Thembela ngoYehova.

    Uya kusinceda

    Ba siyathandaza.

    Sakubon’ ukuba.

    Ebesoloko enathi.

    Oko ebesikhokela.

    Vela uthandaze.

    Vumel’ uThixo.

    Akukhokele.

    (CHORUS)

    Thembela ngoYehova.

    Uya kusinceda

    Ba siyathandaza.

    Sakubon’ ukuba.

    Ebesoloko enathi.

    Oko ebesikhokela.

    Vel’ um’ uthandaze.

    Vuyis’ uThixo.

    Hlal’ umbulela.