Yiya kwinkcazelo

Ulutsha Luyabuza​—Ndiza Kwenza Ntoni Ngobomi Bam?

Lonke ulutsha lufanele luzibuze lo mbuzo, ‘Ndiza kwenza ntoni ngobomi bam?’ Khawucinge ngoko ufuna ukukwenza ebomini bakho njengoko ubukele uAndre, umfana ojongene nengxaki yokuthanda izinto ezimbini ngexesha elinye. Yiyiphi aza kuyikhetha ekugqibeleni? Yiyiphi emonwabisa kakhulu kunenye? Kukho nodliwano-ndlebe kunye nolunye ulutsha lakwamanye amazwe ibe luza kukwenza ucinge ngendlela ongazange wacinga ngayo ngaphambili.