IMBONISELO Januwari 2014 | Ngaba Ukufa Sisiphelo?

Abantu abaninzi abakuthandi ukuthetha ngokufa. Kangangokuba abaninzi banqwenela ukuba bangaze bafe. Ngaba ukufa kungaze koyiswe?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Inxeba Lokufelwa

Sonke asinakukuphepha ukufa. Inxeba lako elibuhlungu libangela ukuba abaninzi bafune ukwazi ukuba kwenzeka ntoni xa sisifa.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Iinzame Zabantu Zokulwa Nokufa

Ukutyhubela imbali, abantu bebesoloko bekhangela iindlela zokoyisa ukufa. Ngaba ukufa kungaze koyiswe?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukufa Akusosiphelo!

Kwakutheni ukuze uYesu afanise ukufa nokulala? Sinokufunda ntoni kumabali ovuko aseBhayibhileni?

UKUNCOKOLA NOMMELWANE

Kutheni UThixo Evumela Izinto Ezibuhlungu Zenzeke?

Incwadi yokuqala yeBhayibhile isichazela isizathu sokuba uThixo avumele izinto ezimbi zenzeke nangona enawo amandla okuziphelisa.

Ngaba Ubusazi?

Yayisenziwa njani iminikelo yasetempileni ngemihla kaYesu? Ngaba umbhali weBhayibhile uLuka wayengumbhali-mbali ochanileyo?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

“UYehova Akazange Andilibale”

Eli bhinqa lithanda unqulo lafumana iimpendulo eziseZibhalweni zemibuzo yalo ngoko kwenzeka kuthi xa sisifa. Funda ngendlela inyaniso eyabutshintsha ngayo ubomi balo.

Ithemba Ngabo Bafileyo—Uvuko

Abapostile bakaYesu babeqinisekile ngovuko lwabafileyo. Ngoba?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Wazi ntoni ngoThixo? Sinokumazi njani ngakumbi?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

UThixo Uthanda Ndiphile Ubomi Obunjani?

Ngaba kufuneka ufumane imibono namaphupha akhethekileyo ukuze wazi into uThixo afuna uyenze? Khawuve ukuba iBhayibhile iphendula ithini.