IMBONISELO Juni 2013 | Ihlabathi Elingenalucalucalulo—Liza Kubakho Nini?

NguThixo kuphela onokuphelisa ucalucalulo nobuhlanga. Uza kukwenza nini yaye njani oku?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ucalucalulo—Ingxaki Egquba Kulo Lonke Elimiweyo

Yintoni ucalucalulo? Kutheni kusithiwa lungumbandela onzima ozalise ihlabathi?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Luza Kuphela Nini Ucalucalulo Emhlabeni?

Imizekelo yokoqobo ibonisa indlela iBhayibhile ebanceda ngayo abantu beyeke ukuba nocalucalulo. Luya kupheliswa nini ngokupheleleyo?

SONDELA KUTHIXO

UYehova “Akakhethi Buso”

UThixo uyayiphulaphula imithandazo yabakhonzi bakhe kungakhathaliseki ukuba ngabaluphi uhlanga, ilizwe, bajongelwa phantsi okanye akunjalo. Sikwazi njani oko?

Ubuncwane Obebufihliwe Kangangeenkulungwane

Funda indlela inguqulelo yeBhayibhile yolwimi lwaseGeorgia endala neyaziwayo eyafunyanwa ngayo.

Ngaba Sifanele Sithandaze Kwiingcwele?

Indlela ezithetha ngayo iZibhalo ngokuthandaza kwiingcwele iquka nempendulo yalo mthandazo: Ngaba ufanele woyike ukuthandaza kuThixo?

FUNDISA ABANTWANA BAKHO

Yintoni Esinokuyifunda Kwisaphuli-mthetho?

Xa uYesu wayesele eza kufa, wathembisa isaphuli-mthetho esifayo ngeParadesi. Wayethetha ukuthini, yaye iya kuba njani iParadesi?

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Nakubeni abantu abaninzi benze imigudu enyanisekileyo yokuzisa uxolo, kodwa alukho. Funda isizathu.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayazihlonela Ezinye Iicawa?

Khawufunde indlela intlonelo ewabonisa ngayo amaKristu okwenyaniso.