Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UKUTHUTHUZELA ABANTU ABASWELEKELWEYO

Kulo Vukani: Ukuthuthuzela Abantu Abaswelekelweyo

Kulo Vukani: Ukuthuthuzela Abantu Abaswelekelweyo
  • INTLUNGU YOKUSWELEKELWA

    Iba njani intlungu yokuswelekelwa? Kutheni abantu abakwintlungu yokuswelekelwa bedinga ukuthuthuzelwa?

  • IZINTO OZA KUZIFUNDA

    Eli nqaku lithetha ngezinto ezingeyonyani ngentlungu yokuswelekelwa, lize lithethe nangezinto ezidla ngokwenzeka ebantwini abakule ntlungu. Xa ukwintlungu yokuswelekelwa, jonga iimvakalelo eziqhelekileyo oba nazo.

  • YINTONI ONOKUYENZA UKUZE UNYAMEZELE

    Ziintoni onokuzenza ukuze umelane nentlungu yokuswelekelwa? Eli nqaku lithetha ngezinto onokuzenza ezincede abanye abantu, ezisekelwe kubulumko obungaphelelwa lixesha.

  • IZINTO EZINOKUNCEDA ABANTU ABASWELEKELWEYO

    Funda ukuba abanye abantu baye benza njani ukuze bathuthuzeleke xa kwakunzima, uze ubone ukuba unokuncedakala njani.